07/08/2026
We are proud to reshare that the Kasi Run will be taking place in our community, Thembalethu. We believe that run like this brings people together, promote health, and show visitors the vibrant spirit of our township.
Well done to the organizers and ofcoz all the runners.
Mathemba amahle sicela inkxaso yenu nge 15 August, sizobe sibambe ukhuphiswano lwembaleki apha eThembalethu. Sicela wonke umntu othanda ukubaleka azosixhasa ku 10 km’s, abo bangakukhuthalelanga kakhulu ukubaleka bangeza bazohamba noba ngu 5 km’s.
Nanjengoko silindele abantu abasuka kwi George yonke nakwezinye idolophu ezisingqongileyo sikwacela umonde nentsebenziswano nalapha ezindleleni. Sikwacela nivalele okanye nikhuleke nezinja ngalantsasa zingaleqi imbaleki zethu.
Ngokungenela nokuthabatha kwakho inxaxheba, ungaphumelela imali nentarhantarha yamanye amabhaso.
https://aswd.co.za/etn/themba-kasi-run/?fbclid=IwdGRjcATe86ljbGNrBN7znmV4dG4DYWVtAjExAHNydGMGYXBwX2lkDDM1MDY4NTUzMTcyOAABHgpCSo-aw2eaFnz6EKwecQ4rhzHLNRgZ3YE49jDPHMCyLuHMwoRskv1AoKyJ_aem_pv1RF2MugnmaVIOEHW8BTA